Xa Ndiyekelelwa Nguwe mp3
Play Audio
Xa Ndiyekelelwa Nguwe Lyrics – Spirit Of Praise Ft Tshepiso
Hallelujah
Athi ungahleli mntanami
Hallelujah
Nkosi yiza nguwe thembalami
Dwala lami la phakade
Siphephelo sam’
Umangiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
(Xa ndiyekelelwa)
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
Wena uyilithemba lami
Yenza indlela lapho yingekho
Wena uyilithemba lami
Yenza indlela, indlela
(Xa ndiyekelelwa)
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
Zundithwale nakaloku
Ngezo ngalo zobubele
Ndisiphosa kuwe ngoku
Nkosi Yesu ndiphuthume
(Xa ndiyekelelwa)
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi (Xa ndiyekelelwa nguwe)
Wo, wo-wo-wo-wo-wo-wo-wo-wo
Wo, wo-wo-wo, wo-wo-wo-wo-wo
Wo, wo-wo-wo-wo-wo-wo-wo-wo
Wo, wo-wo-wo, wo-wo-wo-wo-wo
Wo, wo-wo-wo-wo-wo-wo-wo-wo
Wo, wo-wo-wo, wo-wo-wo-wo-wo
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
(Xa ndiyekelelwa)
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
Xa Ndiyekelelwa Nguwe mp3